uHezekile 2:7-8
uHezekile 2:7-8 CXB24
Wowathetha kubo amazwi am, kungakhathaliseki ukuba bathe baweva, nokuba bathe bayama, ngokuba beyienkani ezinkulu. Wena ke, nyana womntu, yiva endikuthethayo kuwe; musa ukuba nekratshi, njengaloo ndlu ineenkani; vula umlomo wakho, utye endikunika kona.





