uHezekile 2:2-3
uHezekile 2:2-3 CXB24
Kwangena ke kum umoya ethetha nam, wandimisa ndema, ndamva ethetha nam. Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ndikuthuma koonyana bakaSirayeli, kubantu abazele yimvukelo, abajikileyo kum; bona bandingcatshile bona nooyise, unanamhla.





