iNtshumayeli 4:4
iNtshumayeli 4:4 CXB24
Kananjalo ndayiqonda ke mna yonke imigudu, nayo yonke imisebenzi elungileyo, yokuba umntu abe nekhwele ngommelwane wakhe ngenxa yoko. Kwanamampunge nokusukelana nomoya.