KuTimoti 2 3:1-5
KuTimoti 2 3:1-5 CXB24
Ke, kwazi oku, ukuba ngemihla yokugqibela kuya kufika amaxesha anomngcipheko. Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, ababawayo, abaqhayisi, abanekratshi, abanyelisi, abangeva bazali, abangenambulelo, abangengcwele; ngaphandle komsa wemvelo, abachasi boxolo, abatyholi, abangenakuzeyisa, iindlobongela, abangabafuniyo abalungileyo; abancethezi, izityhuthutyhuthu, abathiwe lwale likratshi, abathandi beziyolo kunokuba bathande uThixo; benokumila kokuhlonela uThixo, ukanti bewakhanyela amandla ako



![[Song of Songs] Like Magnets KuTimoti 2 3:1-5 Contemporary Xhosa Bible 2024](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F35523%2F1440x810.jpg&w=3840&q=75)

