KwabaseKorinte 2 11:14-15
KwabaseKorinte 2 11:14-15 CXB24
Ke akummangaliso oko; kuba noSathana ngokwakhe uzimilisa okwesithunywa sokukhanya. Ngoko ke akunto inkulu ukuba nabalungiseleli bakhe bazimilise okwabalungiseleli bobulungisa; abasiphelo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.





