U‐Zekariya 8:13
U‐Zekariya 8:13 XHO1902A
Kwakuya kuti, njengokuba nibe nisisiqalekiso pakati kwezizwe, ndlu ka‐Juda, nendlu ka‐Sirayeli! kwa njalo ndonisindisa, naniya kuba litamsanqeliso: ningoyiki, mazomelele izandla zenu.