U‐Zekariya 3:4
U‐Zekariya 3:4 XHO1902A
Wandula wapendula wateta kubo abebemi pambi kwake, esiti: Tulani ingubo ezinco̔lileyo kuye. Wayesiti kuye: Kangela, ityala lako ndilisusile kuwe, ndandiya kukuvatisa izambato ezicikizekileyo.