YouVersion Logo
Search Icon

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:1-2

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:1-2 XHO1902A

BAKUMBUZE ukuba balulamele kwabanobukosi nakwabanegunya, babe nokupulapula, babe belungele yonke imisebenzi elungileyo, bangagxeki mntu, bangabi ngabangxoli, babe nokutamba, bebonakalisa ululamo lwonke ngakubo bonke abantu.

Related Videos

Free Reading Plans and Devotionals related to Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:1-2