YouVersion Logo
Search Icon

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38-39

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38-39 XHO1902A

Ngokuba ndikoliwe ukuba kwa nokufa, nobomi, nengelosi, nabanegunya, nabanamandla, nezinto ezikoyo, nezinto eziza kubako, nobude, nobunzulu, nesinye isidalwa esisimbi, aziyi kuba nako ukuba zingasahlula elutandweni LUKATIXO, olukuye u‐Kristu Yesu INKOSI yetu.

Verse Images for Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38-39

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38-39 - Ngokuba ndikoliwe ukuba kwa nokufa, nobomi, nengelosi, nabanegunya, nabanamandla, nezinto ezikoyo, nezinto eziza kubako, nobude, nobunzulu, nesinye isidalwa esisimbi, aziyi kuba nako ukuba zingasahlula elutandweni LUKATIXO, olukuye u‐Kristu Yesu INKOSI yetu.Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38-39 - Ngokuba ndikoliwe ukuba kwa nokufa, nobomi, nengelosi, nabanegunya, nabanamandla, nezinto ezikoyo, nezinto eziza kubako, nobude, nobunzulu, nesinye isidalwa esisimbi, aziyi kuba nako ukuba zingasahlula elutandweni LUKATIXO, olukuye u‐Kristu Yesu INKOSI yetu.

Free Reading Plans and Devotionals related to Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:38-39