YouVersion Logo
Search Icon

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:4

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:4 XHO1902A

Sancw̔atyelwa ngoko kunye naye ngako ukubapitizeshwa ekufeni kwake; ukuze ke, njengokuba u‐Kristu ebevuswa kwabafileyo ngabo ubungcwalisa BOYISE, siti kwa njalo nati sihambe ekuhlaleni okutsha.

Free Reading Plans and Devotionals related to Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:4