Isityilo sika‐Johane 22:18-19
Isityilo sika‐Johane 22:18-19 XHO1902A
Ngokuba ndinqi̔na mna kubo bonke abevayo amazwi aso isiprofitesho salencwadi: Ukuba umntu uti ongeze kuzo ezizinto, utixo uya kwongeza kuye izibeto eziba̔liweyo kulencwadi; nokuba umntu uti asuse kuwo amazwi ayo incwadi yesiprofitesho esi, utixo uya kususa isabiwo sake kuwo umti wobomi, nakuso isixeko esiyingcwele, nakwezozinto ziba̔liweyo kulencwadi.

![[Uniqueness of Christ] Jesus’ Unique Record Isityilo sika‐Johane 22:18-19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F34612%2F1440x810.jpg&w=3840&q=75)



