Isityilo sika‐Johane 14:1
Isityilo sika‐Johane 14:1 XHO1902A
NDAZA ndabona, kekaloku bona ke, yona imvana imi pezu kwentaba ye‐Ziyone, benayo abangamawaka alikulu linamashumi mane anesine, benegama loyise wayo liba̔liwe pezu kwamabunzi abo.