Isityilo sika‐Johane 13:8
Isityilo sika‐Johane 13:8 XHO1902A
Babeya kulibedesha bonke abemiyo pezu kwomhlaba, abamagama angaba̔lwanga encwadini yobomi yemvana ebingiweyo kwa sekumisweni kwelizwe.