Isityilo sika‐Johane 11:11
Isityilo sika‐Johane 11:11 XHO1902A
Nasemveni kwalomihla mitatu inesiqingata somhla, umoya wobomi uvela kutixo wangena kuwo, asuka ema ngenyawo zawo; kwaza ukwoyika okukulu kwawa pezu kwabo abebewabonela.