Amaculo 92:12-13
Amaculo 92:12-13 XHO1902A
Olungileyo uya kutyatyamba njengomti wepalime; uya kukula njengesedare e‐Lebanone. Abatyalwayo endlwini kayehova, baya kutyatyamba emakusini katixo wetu.