Amaculo 77:11-12
Amaculo 77:11-12 XHO1902A
izenzo zikayehova ndozikumbula; ngenyaniso ndokumbula imimangaliso yako yakudala. Ndandiya kucinga konke ukwenza kwako, nditete ngemisebenzi yako.