Amaculo 77:1-2
Amaculo 77:1-2 XHO1902A
NDAKALA kutixo ngelizwi lam, kwa kutixo ngelizwi lam, wandinika indlebe ke. Ngemini yobunzima bam ndafuna inkosi; isandla sam solulwa ebusuku, asayeka; umpefumlo wam wala ukututuzelwa.