Amaculo 70:5
Amaculo 70:5 XHO1902A
Kodwa mna ndilihlwempu, ndingosweleyo; yiza kum kamsinya, Tixo! wena ungumncedi wam nomkululi wam; zungalibali, Yehova!