Amaculo 68:6
Amaculo 68:6 XHO1902A
Utixo uyahlalisa amagantuntu endlwini; ababanjiweyo uyabaku̔pela ebutamsanqeni; kodwa abanenkani bahleli endaweni eyomileyo.