Amaculo 59:9-10
Amaculo 59:9-10 XHO1902A
Ngenxa yamandla ake ndiya kukangela kuwe; ngokuba utixo eyinyango yam. Utixo wobubele bam uya kundandulela; utixo uya kundikangelisa pezu kwabandihlolayo.