Bible App logo
Search Icon

Amaculo 55:23

Amaculo 55:23 XHO1902A

Kodwa wena, Tixo! uya kubahlisela emnxunyeni wentshabalalo; abantu begazi nabenkohliso abayi kuqingatisa imihla yabo: kodwa mna ndiya kutembela kuwe.

Related Videos