Amaculo 46:4-5
Amaculo 46:4-5 XHO1902A
Kuko umlambo, imijelo yawo iya kuvuyisa isixeko sikatixo, indawo eyingcwele yetabanakele zopezu konke. Utixo upakati kwaso; asiyi kushukunyiswa: utixo uya kusinceda kwa kusaza kusa.