Amaculo 141:4
Amaculo 141:4 XHO1902A
Intliziyo yam ungayitobeli entweni engalungileyo, ukwenza izenzo ezikohlakeleyo kunye namadoda akwenzayo okungendawo: mandingadli nezimnandi zawo.