Amaculo 141:1-2
Amaculo 141:1-2 XHO1902A
Yehova! ndiyabiza kuwe; kauleza ukuza kum: pulapula ilizwi lam, ndakubiza kuwe. Umtandazo wam maulungiselelwe pambi kwako njengesiqu̔miso; nokupakanyiswa kwezandla zam njengomnikelo wokuhlwa.