Amaculo 107:28-29
Amaculo 107:28-29 XHO1902A
Bandule balilele kuyehova ebunzimeni babo, aze abaku̔pe ekuxinezekeni kwabo. Uyenza uqwitela luzole, ukuze amaza alo ati cwaka.