Imizekeliso 22:22-23
Imizekeliso 22:22-23 XHO1902A
Ungadli ihlwempu, ngenxa yokuba lilihlwempu; kanjalo ungamncinezeli obandezelweyo esangweni; ngokuba UYEHOVA eya kutetelela ityala labo, abapange abo bapange bona ubomi.