YouVersion Logo
Search Icon

Imibalo 21:7

Imibalo 21:7 XHO1902A

Ngako abantu beza ku‐Mosesi, bati: Sonile, ngokuba sitetile ngakuyehova nangakuwe; tandaza kuyehova, ukuba asuse kuti ezinyoka. Waza u‐Mosesi wabatandazela abantu.

Video for Imibalo 21:7