YouVersion Logo
Search Icon

Ivangeli ka‐Maraki 13:24-25

Ivangeli ka‐Maraki 13:24-25 XHO1902A

Koko kuleyo imihla, emveni kwembandezelo leyo, ilanga liya kwenziwa mnyama, nenyanga ayiyi kunika ukukanya kwayo, nenkwenkwezi zezulu ziya kuwa kulo, namandla asezulwini aya kuzanyazanyiswa

Free Reading Plans and Devotionals related to Ivangeli ka‐Maraki 13:24-25