U‐Mika 3:11
U‐Mika 3:11 XHO1902A
Intloko zayo ziyagweba ngenxa yamabaso, nabaperisite bayo bayafundisa ngenxa yomvuzo, nabaprofite bayo bayalaula ngenxa yemali: noko bayayama KUYEHOVA, besiti: UYEHOVA akapakati kwetu na? ububi abuyi kuza pezu kwetu.