Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16
Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 XHO1902A
Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise UYIHLO osezulwini.







