YouVersion Logo
Search Icon

Ivangeli ka‐Mateyu 24:9-11

Ivangeli ka‐Mateyu 24:9-11 XHO1902A

Oko niya kunikelwa ekubandezelweni, nibulawe nokubulawa; naniya kutiywa zintlanga zonke ngenxa yegama lam. Kanjalo oko baya kuxakaniswa abaninzi, bangcatshane, batiyane. Baye abaprofite ababuxoki abaninzi beya kuvuka, balahlekise abantu abaninzi.

Free Reading Plans and Devotionals related to Ivangeli ka‐Mateyu 24:9-11