YouVersion Logo
Search Icon

Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3

Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3 XHO1902A

Waza u‐Yesu wabiza umntwana, wammisa pakati kwabo, watsho ukuti: Ngokwenene nditi kuni: Xeshekweni ningaguqulwanga naba njengabo abantwana, anisayi kuza ningene ebukumkanini bezulu.

Verse Image for Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3

Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3 - Waza u‐Yesu wabiza umntwana, wammisa pakati kwabo, watsho ukuti: Ngokwenene nditi kuni: Xeshekweni ningaguqulwanga naba njengabo abantwana, anisayi kuza ningene ebukumkanini bezulu.