YouVersion Logo
Search Icon

Ivangeli ka‐Mateyu 13:44

Ivangeli ka‐Mateyu 13:44 XHO1902A

Kanjalo ubukumkani bezulu bufana nendyebo ifihlelwe entsimini, ati akuyifumana umntu, ayifihle, aze ngovuyo lwake aye atengise ngako konke anako, ayitenge leyontsimi.

Video for Ivangeli ka‐Mateyu 13:44