I‐Levitikusi 26:13
I‐Levitikusi 26:13 XHO1902A
Mna ndi nguyehova, utixo wenu, endinipumisileyo elizweni le‐Jipete, ukuze ningabi ngamakoboka kubo; ndandapule izibonda zeyokwe yenu, ndenza ukuba nihambe ngokupakama.