U‐Yoshuwa 8:1
U‐Yoshuwa 8:1 XHO1902A
WAZA wati UYEHOVA ku‐Yoshuwa: Ungoyiki, ungatuswa nokutuswa; tabata nawe bonke abantu bokulwa, usuke, uye e‐Hahai; bona ke, ndinikile esandleni sako ukumkani we‐Hahai, nabantu bake, nesixeko sake, nelizwe lake