U‐Yoshuwa 6:3
U‐Yoshuwa 6:3 XHO1902A
Naniya kuṙaula isixeko, nonke eningamadoda okulwa, nisingqonga isixeko kube kanye. Uya kwenje njalo ngemini ezintandatu.