U‐Yoshuwa 5:14
U‐Yoshuwa 5:14 XHO1902A
Yati: Hai, kungokuba ndiyinkosi yomkosi KAYEHOVA endizileyo kaloku. Waza u‐Yoshuwa wawa ngobuso ngasemhlabeni, waziqubuda, wati kuyo: Iti nina inkosi yam esicakeni sayo?