U‐Yoshuwa 10:25
U‐Yoshuwa 10:25 XHO1902A
Waye u‐Yoshuwa esiti kubo: Ningoyiki, ningatuswa nokutuswa; yomelelani, nikalipe: ngokuba kungokunjalo aya kwenza UYEHOVA kuzo zonke intshaba zenu, eniya kulwa nazo.