U‐Joweli 2:28
U‐Joweli 2:28 XHO1902A
KWAKUYA kuti emva kwoko, ndogalela UMOYA wam pezu kwoluntu lwonke; babeya kuprofitesha onyana benu nentombi zenu; amaxego enu aya kupupa amapupa, amadodana enu aya kubona imiboniso