Ivangeli ka‐Johane 7:39
Ivangeli ka‐Johane 7:39 XHO1902A
(Kodwa oku wakutsho ngomoya, abebeza kumamkela abakolwayo kuye: ngokuba umoya oyingcwele ebengekabiko, kuba u‐Yesu ebengekenzelwe ubungcwalisa.)