U‐Jeremiya 7:5-7
U‐Jeremiya 7:5-7 XHO1902A
Koko, ukuba niya kulungisa ngenyaniso indlela zenu nezenzo zenu; ukuba niya kwenza ngenyaniso okufanelekileyo pakati kwomntu nommelwane wake; ukuba aniyi kubandezela owasemzini, nenkedama, nomhlolokazi, ningapalazi igazi elingenatyala kulendawo, ningalandeli otixo bambi kube kukwenzakala kwenu; ndiya kwandula ndinihlalise kulendawo, elizweni endalinikayo koyihlo benu, kude kube ngunapakade kanapakade.





