U‐Jeremiya 6:16
U‐Jeremiya 6:16 XHO1902A
Utsho UYEHOVA ukuti: Yimani ezindleleni, nikangele, nibuzele imizila yakudala, ipina ke indlela elungileyo, nihambe kuyo, naniya kufumanela imipefumlo yenu ukwonwaba. Kodwa bati: Asiyi kuhamba kuyo.