U‐Jeremiya 5:22
U‐Jeremiya 5:22 XHO1902A
Aniyi kwoyika mna na? utsho UYEHOVA; aniyi kungcangcazela ebusweni bam na, ondibekileyo intlabati ibe ngumda wolwandle, ngommiso ongunapakade, ukuba lungagqiti kuyo? ewe, nakuba amaza alo azamazama, akangeyise; nangona agqumayo, akangegqite kuyo noko.




