U‐Jeremiya 5:1
U‐Jeremiya 5:1 XHO1902A
Sukasukani ezitarateni ze‐Yerusaleme, nikangele ke, nazi, nifune ezinkundleni zayo, ukuba ningafumana umntu na, ukuba kuko na owenzayo okufanelekileyo, ofunayo inyaniso, ndandiya kuyixolela.