U‐Jeremiya 12:1
U‐Jeremiya 12:1 XHO1902A
Ulungile wena, YEHOVA! noko mandipikisane nawe; manditete nawe indawo zobugwebo kupele. Kunganina ukuba indlela yabakohlakeleyo inokutamsanqeleka? kunganina ukuba basekwonwabeni bonke abenzayo ngenkohliso kakulu?



