Abagwebi 7:5-6
Abagwebi 7:5-6 XHO1902A
Wandula wahlisela abantu ngasemanzini. Waza uyehova wati ku‐Gideyone: Bonke abaxapa amanzi ngolwimi lwabo, njengokuba ixapa inja, ubabeke bodwa; kwa nabo bonke abaguqa ngamadolo abo ukuba kuselwe. Laye inani labo baxapayo ngokubeka isandla sabo emlonyeni wabo belingamadoda angamakulu matatu: kodwa bonke abanye abantu baguqa ngamadolo abo ukuba basele amanzi.





