Abagwebi 6:15
Abagwebi 6:15 XHO1902A
Waza wati kuye: Ke, Nkosi! ndiya kusindisa o‐Sirayeli nganto nina? bona ke, iwaka lam lelibuhlwempu kwa‐Manase, nam ndingomncinane endlwini kabawo.