Abagwebi 6:13
Abagwebi 6:13 XHO1902A
Waza u‐Gideyone wati kuyo: Ke, nkosi yam! ukuba uyehova unati, kunganina ukuba konke oku kusihlile? kanjako ipina yonke imimangaliso yake esiyibaliselwe ngobawo betu, besiti: Uyehova akesinyusanga na e‐Jipete? kodwa ngoku uyehova usilahlile, usinikele esandleni sama‐Midiyane.





