YouVersion Logo
Search Icon

U‐Yisaya 65:25

U‐Yisaya 65:25 XHO1902A

Incu̔ka nemvana ziya kudlela ndawonye, nengonyama iya kutya inca njengenkabi; kodwa inyoka, utuli lwoba kukudla kwayo; aziyi kwenzakalisa, aziyi kutshabalalisa kanjalo, kuyo yonke intaba yam eyingcwele, utsho UYEHOVA.

Free Reading Plans and Devotionals related to U‐Yisaya 65:25