YouVersion Logo
Search Icon

U‐Yisaya 65:20

U‐Yisaya 65:20 XHO1902A

Akusayi kubuya kubeko kona usana lwemihla emincinane, nexego elingazalisanga imihla yalo; ngokuba umfana eya kufa engominyaka ilikulu, nomoni ominyaka ilikulu woqalekiswa.

Free Reading Plans and Devotionals related to U‐Yisaya 65:20